Nozulu
Mpafana
Mchumane
Kheswa
Tukela
Mnguni
Mpangazitha
Buthelezi
Mlamb’awuwelwa uwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela
Mchuchuza ka Nomchuchubela
Zulu libethumntu kodw’alibekwa tyala
Chuchu.

Izibongo zakwa Kheswa

Nozulu,Dlungwane,Mnguni,Mchumane,Mpafana,Mpangazitha

Nozulu Clan Praises

NoZulu, Uthukela,Mchumane,Mbanguba,Ukheswa, Mpangazitha, Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa, Qhudeni, Umvelashe, Umathibane,Ungoza, Usonyangashe, Umakhonz'egoduka, Umfazi uncamcisa usana ngebele elinye, Uthukela Read more