Miya, Gcwanini,S’bewu, Salakulandelwa, Ngoma, Vezi, Mancoba, Saliwa, Malebomvu, Mja,Rhenqwa, Sijekula, Gcogcinja, Tukuta, Moniwa, Xongxotwana,Bhinqela, Hlangeni, Zimbelimdaka alidliwa nazintaka, Salakulandelwa, Landelwa Zintombi zodwa, Ndiyinto ka Rhorho matapile.