Msinga, masing’asabele, landula, bhubhisa, vuthamlilo, qandana qanda lempukani, gongotha,mband’ezincani, qhwangu elihle, malandelwa yintombi ithi ndizeke noba awuna Nkomo sothetha phambili, msing’ongenantwala !