Mthithala clan names & History

Izithakazelo zakwa Mthilala

Mthithala, Ngeswa, Gininda, Rhamba elandlumntu onyaweni waqhwalela, inkomo yabaleka yeqa umlambo, ntsimbi yomfazi iqobashe iyimfumba emqaleni bathi natsi indlovu enebala emqaleni, Sashu, Mteki ka Mngchangcheni, Mlobothi, Sawule !!

More about Mthithala

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

Leave a Comment