Mtipa,
Bhayeni,
Mbiza ngambini emlanjeni,
Mkonto kalusiba,
Yiwa,
Manzimade,
Tshewu,
Njubela,
Ndise kapa ngempangelo kodwa ndipuma kula mhla waseDutywa kwilali zakuMangati kumhlaba kaDubusiko ndinguDubisiko kwamna !!
π Search here π+ ADD CLAN NAMESπ¬ Watch our videos
Leave a Reply