Mvulane Clan | Amavundle By admin On Mvulane Ncilashe, Msuthu – they belong to the amaVundle people. there’s more information here More about Mvulane Amavundle 🔍 Search here 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 Watch our videos Loading suggestions... tsatsimpetshabagaetsouroulistswidzinga Previous AmaNqarhwane Clan Origin Next Zikhali no Ncube bayahlangana na? 5 Comments Add Comment → Mncedisi AbeSuthu….or AmaMvundle. Reply Mlungisi Sondlo Amavulane belongs where Reply Simon Amamvulane awela phi ? Umzekelo amhlubi okanye phi? Reply Phalo KwabeSuthu Reply Azola Mthiyana amMvulane ayesakuba Sizwe esikhulu esibambeneyo siluqilima , abantu ababesakwaziwa njengabenzi bemvula.Izizwe zisiza Kubo zizocela imvula,Kuba babenobugqi bonisa imvula.Ngenxa yezozizathu babeye banikwe iinkomo ngelokubulela , kambe ngamanye amaxesha bebeye bawolwe zizizwe zibafake phakathi kwazo,bengabantu abazi imithi yokunyanga. Iinkosi zalomaxesha zaziwathandela lomsisebenzi. Iphuta elikhulu elenziwa ngabantu abahlala eEstern Cape lelocimba umlando wamaMvulane uqala eliSotho. Kuphinde kubekho enye ingcinga yocimba amaMvulane ahlangene namaVundla. uMbuzo ekufuneka sizobuze wona ngulo! amaVundla angabe ayazalana noThwala?…ukuba awazalani,ngoko ke azalana njani namaMvulane xa engazalani noThwala?…Kuba uThwala uyazalana namaMvulane. And uThwala sisiduko/sisibongo esizalana namaMvulane kodwa sizimeleyo. Ndizobala uThwala yedwa kodwa zininzi ayingo Thwala yedwa amaVundla angazalaniyo naye.So lento yabantu base Eastern Cape yocabanga ukuthi amaVundla azalana namaMvulane ngumbedo nolahlekiso,esiluchita okomshologu. Kaloku ukuba bathi bazalana namaMvulane mabaqale baphendule lombuzo,uzalana njani namaMvulane kodwa akuzalani noTwala ozalama noMvulane?ooTwala nooMvulane bawela kakhulu kwicala lamaKalanga. Lona eloqela lashekayo eEast Africa ngeminyaka yofuduka kwesizwe samaKalanga(500.AD)Kodwa bazofuduka bona ngexesha lento abathi uyibiza (great bantu migration) phakwiminyaka yo (1500_1600 AD.) Behamba nabaMbo nabeNguni.Indawo abaqala bafika kuyo Yi Mozambique( South East Africa),usukapho bezangena eSwaziland.Bafika eSwaziland ngexesha kubusa uNcamane/Ngcamane wakewa Maseko. Abanye bathi bafika kubusa uNdlovu. Bazothi ekufikeni Kuka Sobhuza wokuqala uyise kaMswati wesibini,baqala uqhekeka besahlulwa ngu Sobhuza ngoba wayefuna ukubumba isizwe esinye ngaphantsi kombuso wakhe abanye abazange bavumelane naloko,besuka bemka beza eKzn, eliSotho abanye beza eEastern Cape.Sobhuza kuqikelelwa uba wafila eSwaziland phakathi komnyala (1750/1760 A.D.) Reply Leave a Reply Cancel replyYour email address will not be published. Required fields are marked *Comment * Name * Email * Save my name, email, and website in this browser for the next time I comment. Type in the text displayed above Notify me of follow-up comments by email. Notify me of new posts by email.
Mncedisi
AbeSuthu….or AmaMvundle.
Mlungisi Sondlo
Amavulane belongs where
Simon
Amamvulane awela phi ? Umzekelo amhlubi okanye phi?
Phalo
KwabeSuthu
Azola Mthiyana
amMvulane ayesakuba Sizwe esikhulu esibambeneyo siluqilima , abantu ababesakwaziwa njengabenzi bemvula.Izizwe zisiza Kubo zizocela imvula,Kuba babenobugqi bonisa imvula.Ngenxa yezozizathu babeye banikwe iinkomo ngelokubulela , kambe ngamanye amaxesha bebeye bawolwe zizizwe zibafake phakathi kwazo,bengabantu abazi imithi yokunyanga. Iinkosi zalomaxesha zaziwathandela lomsisebenzi. Iphuta elikhulu elenziwa ngabantu abahlala eEstern Cape lelocimba umlando wamaMvulane uqala eliSotho. Kuphinde kubekho enye ingcinga yocimba amaMvulane ahlangene namaVundla. uMbuzo ekufuneka sizobuze wona ngulo! amaVundla angabe ayazalana noThwala?…ukuba awazalani,ngoko ke azalana njani namaMvulane xa engazalani noThwala?…Kuba uThwala uyazalana namaMvulane. And uThwala sisiduko/sisibongo esizalana namaMvulane kodwa sizimeleyo. Ndizobala uThwala yedwa kodwa zininzi ayingo Thwala yedwa amaVundla angazalaniyo naye.So lento yabantu base Eastern Cape yocabanga ukuthi amaVundla azalana namaMvulane ngumbedo nolahlekiso,esiluchita okomshologu. Kaloku ukuba bathi bazalana namaMvulane mabaqale baphendule lombuzo,uzalana njani namaMvulane kodwa akuzalani noTwala ozalama noMvulane?ooTwala nooMvulane bawela kakhulu kwicala lamaKalanga. Lona eloqela lashekayo eEast Africa ngeminyaka yofuduka kwesizwe samaKalanga(500.AD)Kodwa bazofuduka bona ngexesha lento abathi uyibiza (great bantu migration) phakwiminyaka yo (1500_1600 AD.) Behamba nabaMbo nabeNguni.Indawo abaqala bafika kuyo Yi Mozambique( South East Africa),usukapho bezangena eSwaziland.Bafika eSwaziland ngexesha kubusa uNcamane/Ngcamane wakewa Maseko. Abanye bathi bafika kubusa uNdlovu. Bazothi ekufikeni Kuka Sobhuza wokuqala uyise kaMswati wesibini,baqala uqhekeka besahlulwa ngu Sobhuza ngoba wayefuna ukubumba isizwe esinye ngaphantsi kombuso wakhe abanye abazange bavumelane naloko,besuka bemka beza eKzn, eliSotho abanye beza eEastern Cape.Sobhuza kuqikelelwa uba wafila eSwaziland phakathi komnyala (1750/1760 A.D.)