Myirha,
Umzondi,
Ziyeka,
Usampu,
Thambo lenyoka lihlaba elimzondayo,
inyoka emnyama xa uyinyathele esinqeni kanti uyivisa ubuhlungu!
Myirha,
Umzondi,
Ziyeka,
Usampu,
Thambo lenyoka lihlaba elimzondayo,
inyoka emnyama xa uyinyathele esinqeni kanti uyivisa ubuhlungu!
Β© 2026
Leave a Reply