Mzize clan names & History

Hlangu, Ngqitshela, Nozisheshe, Mnkawu, Dunga, Magatyana aselendobisi, Mzize ozizilizayo, Hlangu ohlangula Bumbantaba apho kwabunjwa umntu kwabunjwa nenkomo!

More about Mzize

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

2 thoughts on “Mzize clan names & History”

  1. Ndifuna sibuyele kwinkolelo eyayiqhutywa bokhokho Ababephethe ubukhosi Bakwa Mzize ohlangu laba babebiza ulizwi umvelikuqala
    073 083 8459
    Umdali babemazi kodwa bengafundanga kwafika inkolo ye Christianity yabasusa kwimpande zabo

    Reply
  2. I’m zuzile. mzize ngqishela fada mnkawu nozitshetshe mditshwa

    Reply

Leave a Comment