Surname Meaning, History, Clan Names & Latest News

Izithakazelo🔥Umlando💙Clan names💯Iziduko🙌🏾

Ngcitshane Clan Praises, Ngcitshane Meaning & History

Ngcitshana clan praises:

Ngcitshana, 💛
Nkwenkwezana,
Mevamhlophe,
Schongoma,
Qam,
Mevamhlophe,
Delutshaba, Dwabadwaba,
Schume ka Schongoma,
Mhlanga ka Mhlongwana,
Rhasibe ka Rhongqa,
Ndanisa ka Mkhahlela,
Sgquma nkungwini kuvelilanga,
Nonkonjane zimnyama ziyandanda ziwel’umlamb’ithukela, Nosandl’asiphumetasini ngenxa yokonqen’ukuqhekezitiki,
Machopha ngenzwane,
Nocubulinyama ngozipho izitshetshe zikhona,
Sithebe simanangananga sojwaphulela intlala yethokazi,
abaphakuli benyosi eziphantsi kuba eziphezulu ziyabasinekela !!! 🙌🙌🙌

NOMADOLO Clan Praises, NOMADOLO Meaning & History
NOMADOLO Clan Praises, NOMADOLO Meaning & History

NOMADOLO: If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history Read more

Previous

Bhanqo Clan Praises, Bhanqo Meaning & History

Next

Mcethe Clan Praises, Mcethe Meaning & History

1 Comment

  1. Phumzile Gabada

    The correct Ngcitshana clan praises:

    Ngcitshana, Nkwenkwezana, Mevamhlophe, Schongoma, Qam, Mevamhlophe, Delutshaba, Dwabadwaba, Schume ka Schongoma, Mhlanga ka Mhlongwana, Rhasibe ka Rhongqa,, Ndanisa ka Mkhahlela, Sgquma nkungwini kuvelilanga, Nonkonjane zimnyama ziyandanda ziwel’umlamb’ithukela, Nosandl’asiphumetasini ngenxa yokonqen’ukuqhekezitiki, machopha ngenzwane, Nocubulinyama ngozipho izitshetshe zikhona, Sithebe simanangananga sojwaphulela intlala yethokazi, abaphakuli benyosi eziphantsi kuba eziphezulu ziyabasinekela.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: