Nkayi,
Thunzi,
Thuthumela,
Moyikwa,
Nyukwana,
Pepepe,
Walo,
Homposhe,
Njifile,
Tshungwana,
Ndikwe,
Zoyi,
Qabeleweni,
Umthi ome phezykomfula ongadliwa nayibxozana
Mngane omncane ongadliwa nazinyosi
Bisi lwenkomo oluvalelwa umntwana ukude le kulonina
Nkomo zikanyokana !!