Iziduko zako Nqukhwe
Nqukhwe, π
Dinda,
Mgabaza ongafiyo obulawa lukhula kuphela,
Mbinda ka Sthulutya phephelβamahobe namahotyazana,
Mqokolwana !
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Iziduko zako Nqukhwe
Nqukhwe, π
Dinda,
Mgabaza ongafiyo obulawa lukhula kuphela,
Mbinda ka Sthulutya phephelβamahobe namahotyazana,
Mqokolwana !
Thank for the information, it is insiteful
Nqukhwe , Dinda, Mgabaza ongafiyo obulawa lukhula kuphela, Mbinda ka Sthulutya phephel’amahobe namahotyazana , Mqokolwana
Nqukhwe, gabaza ongafiyo obulawa lukhula kuphela, gwac’osinca ndaba nanduna, phephel’amahobe na mahotyazana, mqokolwana, dinda, mbinda ka sthulutya, ngcwelekazi, mfaz’obele’nye phesheya komfula, ntlamb’elal’intakazana, xhaxha-bhithi mkhonto ka Tshaka umkhomb adayosithela, gujazwe
Oh madoda Magabaza