Iziduko zakoNtshiza:
Mbhabha,
Malilelwa Zintombi zithi bhuti ndizeka,
andina mama, andina tata,
Gubha, Ngonyama,Mpuml’inkulu,
Rhadu, Bhayi Kacetywa,
Totoba, Simelela ngenduku ebuthelezini,
Nankazana,
Manqashe !
Educational videos
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Maphitsha/mapitsha sisi singoNTSHIZA as ba ubona lengcaciso ingaka u luvuyo uze nayo yonke ke..endingakuchani kakuhle apha kule eastern cape indlu enkulu yethu iphi ingabe ikula qumbu okanye etsomo njengoba sibanintsi kula tsomo ibe ingumhlaba kakade wamamfengu