Nzotho
Nyelenzi
Maphango
Ntsibankulu
Hlongotha
Ngxala
Gxugxa
MaGatyana
Hebe-Hebe
Malamb’ endlile
Makhul’ alingana nentili kaHili
Nyok’ emnyama ecanda isiziba