Qwara, qhwarhu
Godlani
Mthabaza,
Ntobi kayijoli ,ngoba yoyika uhlekwa zezinye
Umadusu aluhlaza
Unoko,undingani
Uhlafuna kamnandi kovesemphakho
Nto ziphethe ubukhosi ngoloyiko
Ikumkani zobulumko !!
Educational videos
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel