Singabahambayo lyrics 😍 Singabahambayo song lyrics 

Singabahambayo thina kulomhlaba Kodwa sinekhaya ezulwini Sithi Haleluya, sithi Haleluya Sithi Haleluya, Haleluya, Haleluya Sithi Haleluya, sithi Haleluya Sithi Haleluya, Haleluya, Haleluya.