ooh!
Nyathi ubudede unokhonz’ingonyama
unogixa ububenga,
ooNgqila inyokemnyama ecandiziziba
ooh nkomo zikaMgangxi zicandamatha zidingumalusi
oondifake ke kulomasi
oow sithebe simananga-nanga
”ndicczukulwana sika Jela unyana ka Dalimpi ozala utata wam uSamuel..