Rhadebe kaBhungane kaHlubi kaNasele ka Zulu kaMashwabada, washwadela iinkomo nempondo,
umzukulwana wamaNgxongo ooYem yem ooSophitsh, isizukulwana kaMazondo kaZiyeka kaSampu kaThambo lenyoka lihlaba elimzondayo   !!

🔍 Search here 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 Watch our videos