Majeke Mthiwembotyi Ndluntsha Nyawozipinki Noqazo Mkabane ndifuna nje undiphe ingcaciso ukuba thina singaMankabane siphuma phi singowowuphi umnombo apha kwaxhosa Enkosi!
Tag: boom
Iziduko Mnkabane:ย –
Majeke,
Mthwembotyi,
Noqazo,
Mayeye,
Nduntsha,
Nkomo zika Marhama,
zika Ngxalenye,
zika Khamanzana,
unyawo zipinki noba zinentsente,
uMthondwana,
Mbuswana,
Nywabelemntwini, mfaz’obele linye,
uNkomo zakwa Ntleki,
Mabandla ka Rhanjana,
Mzilanto.
Undlunkulu wamaNkabane use Dutywa kwisithili sase Taleni*”Lunga Mdunyelwa”.
AmaNkabaneย ๐ Iziduko Nkabaneย ๐ Nkabane Clan
Majeke,
Mayeye,
Mthiwembotyi,
Noqazo,
Ndluntsha,
Ntleki