jula,
mshikilane,
mtolo,
mbotho,
malandelwa,
dlangamandla !
Tag: Dlangamandla
Mtolo, Mshikilane, Gogela, Dlangamandla, wena owalandelwa intombi yathi ngizeke
Mzamo,
Tolo,
Mchenge,
Dlangamandla,
Mabhanekazi,
Zulu !
Shonga Clan Names ?
Dlangamandla,
Mtolo,
Shikili,
Mbotho,
Dlangamandla,
Mchenge,
Zulu,
Mabhanekazi,
Malandelwa intombi ithi ngizeke nomu ngenamali
Ovumba lempongo lyanuka
Izithakazelo zakwa Mzolo, Mzolo Clan Names
Mzolo,
Mnisi,
Mvuleni,
Dlangamandla,
Sokhongwase,
Gasa,
Mbungela,
Nina enadla imbiba nadla imbobela,
Nkophe kazinethi zinetha ngomkhemezelo,
Nina enangena neskhuni esizibeni sivutha naphuma naso sisavutha !
- Mtolo,
- dlangamandla,
- mabhanekazi,
- mchenge,
- nolwandl’ aluwelwa luwelwa zinkonjane zon’ eznamapi
- izinja ziyaflatelana!!!
uQwabe uzala uMahlobo
uMahlobo azale uSidinane
uSidinane azale uKhuzwayo
uKhuzwayo azale uSimamane
uSimamane azale uLufutha
uLufutha azale uMncinci
uMncinci azale uKhondlo
uKhondlo azale uPhakathwayo!
Mtolo
Tolo,
Mchenge,
Bhanekazi,
Ngwenyankomo, Dlangamandla,
Zulu, Masali, Mfingo,
Amajubantlantsi,
Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha,
Kuba zithi : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibon’umnt’ozayo, Nozinja ziyafulathelana, Kanti zenz’umntwana, Umlamb’ awuwelwa, Uwelwa ziinkonjane kuphela, Zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza! Oonkuni azothiwa, kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.