Ndingo wakwa Mkhuma, umbathane matshaya, emaxesibeni, ukhandanyawo, bubele be xheku, butsola bentonga.
Tag: Mkhuma
Mkhuma Clan Praises π Mkhuma Surname
Mkhuma,
Mbathane,
Matshaya,
Nxele,
Khanda’nyawana,
Magqaba’kadliwa adliwa zibhokhwe ngonyoluka,
Maqathalikhuni,
eBhofolo, Somerset East naseBhayi ikhaya !
Mna ndingu Mkhuma uMatshaya ngenqawe ende abanye betshaya ngezimfutshane UMbathane uXesibe U Nondzaba Ukhandanyawana.uNtshengu UNoqhwalabe kwilali yase Lady Frere Vaalbank