Ntshantsha,
Skhalaze,
Nofleti ayibethwa ibethwa ngabayaziyo,
Sinqe sengwe nesengonyama,
Dlelanga !
Tag: mncome
Ntshantsha
Skhalaze
Zozombe
Dumasebomvu
Noziketekete
Nozintwezintle zonke ziyakhala zithi khelenkenkce
Noflent’ayibethwa ibethwa ngabayaziyo