Iziduko zakoNtshiza:
Mbhabha,
Malilelwa Zintombi zithi bhuti ndizeka,
andina mama, andina tata,
Gubha, Ngonyama,Mpuml’inkulu,
Rhadu, Bhayi Kacetywa,
Totoba, Simelela ngenduku ebuthelezini,
Nankazana,
Manqashe !