Nxotwe Qamkazi Jali Madidiya Gabazi Gqagqa Nogqikazi Phungane kaZaphe Mafuza fulele okwe lifu lemvula Malangana kaSkhomo Njilwane Mathumba mhlophe njenge wentlanzi Maphemba ngombengu abanye bephemba ngentsasa Noshwana Ngcikhwe Mbambo Mbini uba zitathu ngu Mqakathi Zibaya ezikhulu zikaNompondwana Ngcangaphe iMpondomise