Njuza, Makhala, Ndlovedligoduka ngenxa yoswel’umalusi, Rhudulu, Tshangisa, Snuka, Skhoma, Zulu, Mhlatyana, Mngwevu, Nabel’emntwini kuba zizinkosi ngokwazo, uWashota washota ngesheleni ezothenga imoto !!
Tag: njuza Page 1 of 2
Njuza Clan Names, Meaning & History.
Izithakazelo zakwa Njuza. Njuza Surname. Sereto sa Njuza.
Izithakazelo zakwa Njuza. Njuza Surname. Sereto sa Njuza.
Iziduko zako Njuza.Njuza‘s surname info is currently not listed.
If you know its Meaning, Clans or History, please add it by making a comment below.
Njuza Clan Names, Meaning & History.
Njuza surname info is currently not listed.
If you know its Meaning, Clans or History, please add it by making a comment below.
Leave a Reply
AbaThembu
- NjengamaMpondo abaThembu lolunye uhlanga eTranskei olunobukhosi balo. Njengoko sele sithethe kwavokotheka ngokubaluleka kwesiduko kwimidaka yakowethu, naseBathenjini ke kunjalo. Isiduko sabaThembu sithi ‘Madiba’.
- Lukhulu ke usapho lwakwamaDiba. abantu abaninzi kwihlabathi lonke jikelele, bacinga okokuba xa kusithiwa ‘Madiba’ kubizwa igama likaRholihlahla. Hayi khona! ubizwa ngesiduko xa ebizwa ngokuba nguMadiba. Baninzi ke ooMadiba, nto nje baneefani ezahlukeneyo.
- Nantsi imizekelo; abanefani ethi ‘Mathanzima’, Dalindyebo, Mthikrakra, Joyi, Nelson Mandela, Walter Sisulu nezinye iifani, isiduko sabo bonke sithi ‘Madiba’. AbaThembu bohluke kubini: Abathembu baseRhode, nabaThembu base… Makhe sinike imbali yabantu bakwamaDiba ngokwahlukana ngokweefani zabo.
Leave a Reply