πŸ’›

izithakazelo

Tag: phambano Page 2 of 3

Izithakazelo zakwa Khayisa Clan Names & History

Khayisa,
Deyi,
Shiswayo,
Ngcobola,
Nokotho la Bhayi,
Kamfazi akashaywa ngenduku,
Ushaywa ngombhongo wesidabane !

Deyi Surname Clan

deyi,
dodo,
xhakaza,
mampinda,
zotsho,
inyawo ekunyathelwa ngalo !

Deyi Clan Names

Iziduko: Deyi

Ncume, Cume; Cum; Wei; Wayisi; Bhangushe; Bhengu; Cebisa; Deyiso; Dei; Deii; Gabisa; Manzini; Mdeyi; Mtame; Hlathi; Hlabe; Mjoli; Makhoba, Mako; Xolo, Meko; Ngcolosi; Sengwayo; Mthwakazi; Jabavu; Nonina; Dlakana; Ngilana; Ndleko; Vezi; Ndeki; Murr; Nkuna; Mbokazi; Wushe; Khusi; Khusher, Sinyali; Phakwe; Pepu; Mphephu; Babalo; Phaahla; Phoi; Hambashe; Ham; Herr; Nkatha; Nkhatha; Gwabini; Gqwaru; Ngoni; Ngozi; Fusana; Geda; Phephu; Ndudane; Farru; Fini; Finini; Mbelani; Bhekiswa; Bekiswa; Qhakaza; Bekiso; Mase; Manci; Mancini; Noconjo; Zikhali; Mzungulu; Zungulu; Mzungu; Mphafane; Kheswa; Mphafa; Qamata; Qubulashe; Gqigqigqi; Duur; Diya; Diko; Xhonti; Ntoyanto; Xarru; Xhakaza; Xakaza; Shwawu; Mshwawu; Zotsho; Somdeyi; Sukwini; Mahoyi; Motsa; Zungu; Velelo; Valela; Phaala; Mtebele; LambathaΒ ; Nduli; Mbovu; Xoi; Xarr; Sarru; Soreh; Soi and Noma-Ndzo-Ndzo ka Phika’ne’langa.

Izithakazelo zakwa Ndlela Clan Names & History

Ndlela!
Ndlela kaSompisi, Godide!
Sothole, Gudukazi, Khuboni,
Sompisi owaphemba ngamakhanda amadoda, abanye bephemba ngomlilo,
Nina base Lenge,
Nina enabonakala ngefu lezintuli,
Kwabe kunguSompisi kaGuqa, kaMasalela,
Mazimuzimu enidla abantu,
Mgwabini wemikhonto, Umahlatshwa ebuhleni njengethole,
Umagaju njengengwe,
Inhlangu eyeqa iphindaphinda,
Umanxeba angamanxuluma,
Kwasa bemhlaba uGwabini, waphika,
Mphemba!
Langa elaphuma endlebeni yendlovu lophuma endlebeni yengwenya,
Unonjiyelwa,Kulala uhlangothi lubomvu,
Ugodo olumuka namankayiya,
Mgwabini wemikhonto !!

Page 2 of 3

Β© 2026