Gangatha Surname
Gangatha, Cabe, Ncindesi, Tobhe, Msiza, Ziqelekazi, Hlambangobubende, Sukude, Mkhondwana, Santsabe, Mthwa, Sihula, Mpondo, Njanya, Sibiside.
AmaGangatha ngama Mpondo.
Ama Mpondo aphuma Kuba MBO.

Nyawuza, Faku ofakayo ungathi uyifakile kanti uyikade eboyeni, Yindlana, Dakhile, Thahla, Ndayeni, Hlamba ngobubende amanzi ekhona, Ziqelekazi, Ngqungqushe, Mpondo kaNjanya kaSibiside
ufaku,
ungqungqushe,
unyawuza,
uthahle ka ndayeni,
ucitwayo,
ubhala,
ugangatha,
uciya,
ucabe,
uncidisa,
umsiza,
tobe,
ziqelekazi,
hlambangobubende,
santsabe,
mthwa,
sithula,
mpondo,
njanya,
sibiside !!!
Powered by WordPress & Theme by Anders Norén