πŸ’›

izithakazelo

Tag: tsatsinyana

Iziduko zamaYalo Clan & History

amaYalo clan names

Madiba,
Quze,
Jotile,
Mshikilane wetolo,
Phumla,
Baleni,
Njomi,
Ncikoza,
Malandelwa zintombi zithi ndizeke noba awuna nkomo !!

Iziduko zakwaNocwele amaYalo

Nocwele ngamaYalo, Mbotho Mtshikilana/Mtshikila, Madiba, Mazama, Thoyana, Ncikoza, Sinis’mntwana, Mahlamvu ayahluma kusehlotyeni, Fulela, Malandelwa yintombi ithi ndizeke noba awunankomo, Amatola/Tola (not Tolo) … Baninzi ukusuka kumazantsi aseNatal Harding, Umzimkhulu, Zingolweni, Xawuwela uMtamvuna ungena emaMpondweni maninzi pha eMbizana anemihlaba yawo, Kananjalo eLusikisiki,Sajonisi, Ngqeleni, Mqanduli, Nakwezinye iidolophu zakwiNtshona yeMpuma Koloni !

Akulahlwa mbeleko ngakufelwa

Akulahlwa mbeleko ngakufelwa

Incazelo: ukuthi wenzakalelwe yinto embi akusho ukuthi lahla ithemba.

Umsuka: imbeleko eyokubeletha umntwana, uma ngabe usufelwe abantwana akusho ukuth lahla leyo mbeleko ngoba usengabathola abanye abantwana

Page 2 of 2

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén