Zondo, mthiyane, nozaza, mzwili, mtungwa wasenhla wehlangesilulu, mazwi, mqabulankunku kuvele langa, skhangane sakhanga madoda, wena webhuni, mguni kamanekwane!
Tag: tsoaria Page 2 of 5
Ndi ngu sinama urhadu usomadoda umalandelwa yintoni uthi ndizeke noba awunankomo ulobole ngesipha samazimba umahlamba ngobisi abanye behlamba ngamandzi unothanga limenyezela ngoku thanjiswa usinama ndokunamathela urhadu ndoku rhaduza umayaba umatshobe Ndlovu umatshinywa yibheke njengo mntwana umzondo onukela abam zondayo isizukulwana so mtshubungu, JoJo, mjoli, zimase, Mathe, Zondo, zimase, fikeni, Boyce, mgeyi, jakuja, mbulawa, ngqika, myengwa, matshoba, nonjojo!
Zondo, mthiyane , mnguni, kamalandela, ndabezitha
Zondo Surname Meaning. Zondo Origin. Zondo History:
The meaning, origin and history of the Zondo surname is not listed.
This surname is prevalent in Zimbabwe.