Tag: vanraay Page 2 of 4
Khwalo,
Ncuthu.
Mzangwa,
Mlanjana,
Sohobese,
Nto’Mntwana,
Nkuma,
Mlambo Awuwelwa Uwelwa Zinkonjane Ezinamaphiko!
Mlaza, Mhlongwana, Khwalo, Jises, Hlamba nephaca, Nobuzana, Noqhakala, Mathandwa Ziintombi !
Khwalo, uBele, Somi elimaphiko, Sikhonkxo sentsimbi yomlungu, Nyathela mfam-mfamini, Nguza, Nombendlane!