Jali Clan Praises

mpemvu, mlomunendaba! Utshelwane ujali yinjang elalin, mpemvu, jali, juta, gcaba, bhomoyi, nxoko, Ngcolosi, dlazane, ngciva, (mvetshane, yemyem) nomlomo, notyandela, xhangwane, shiyelwa, mlanjana, satywa, ngqawa, mkhananga, nqoko, kakane, nhlontshane, amaqatha’lukhuni akatyiwa yinja!
Mgqubawupheli kuphelinkomo! Ntabayikhonjwa ikhonjwa ngomdlangathi kuphela ngobinesiloo somhlola ngemva!