Tita, Phelwani, Nqashiya, Sikhuni Somga 🪵nesemthole esaphuqwa singeva, Mfazi obelelinye owaliphosa phesheya komlanjana bahlutha bonke abasemangcwaguleni Ntombi ziyamlilela zithi Bhuti usishiyela ntoni sikuthanda nje Ntombi zithi Bhuti ndizeke noma awunaNkomo umntu owagwazumnntu emasendeni
More about TitaEducational videos
🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES▶ UTube Channel