Tshezi Clan Names & Surname History ngoo jalamba, oofakade, oonjilo-njilo, oomqal’ungangentonga, oongxowa inoboya, oosal’wa kulandelwa, ootenza, oomkhabela, oo fud’olufa kade! More about TsheziEducational videos π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Tshezi Ndela Jalamba Njilo-njilo Mkhonto’bomvu Mqalomde ongangenduku Neneza Fakade Tenza Nomawabo (makhanyiselwa siSthunywa Eskhulu esiphezukwentaba ephendulayo,yena othunywe kuzomela OoTshezi kuyo intlambuluko yeMbuyusilo yoMzoNtsundu) Reply
Siyabonga kuzazi kangcono
Tshezi
Ndela
Jalamba
Njilo-njilo
Mkhonto’bomvu
Mqalomde ongangenduku
Neneza
Fakade
Tenza
Nomawabo (makhanyiselwa siSthunywa Eskhulu esiphezukwentaba ephendulayo,yena othunywe kuzomela OoTshezi kuyo intlambuluko yeMbuyusilo yoMzoNtsundu)
Hi Nomawabo
Bendicela undazise ngesilo soTshezi please cc.
Ngubani u Tshezi Zephe