Nxontsa clan names. Nxontsa History & Meaning

Nxontsa,
Xesibe,
Bhulingwe mntshontsho,
Khabakazi sabela uyabizwa,
Emazikubeni,
Wena wabhula ingwe kwavuka imamba,
Mnguni 🀞🌹

More about Nxontsa . Nxontsa

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

Leave a Comment