Nxontsa,
Xesibe,
Bhulingwe mntshontsho,
Khabakazi sabela uyabizwa,
Emazikubeni,
Wena wabhula ingwe kwavuka imamba,
Mnguni π€πΉ
Nxontsa,
Xesibe,
Bhulingwe mntshontsho,
Khabakazi sabela uyabizwa,
Emazikubeni,
Wena wabhula ingwe kwavuka imamba,
Mnguni π€πΉ
Β© 2026
Leave a Reply