3 thoughts on “Izithakazelo zakwa Xesibe Clan Names”

  1. Mna Ndilixesibe Imfusi yama wele upondo nompondomise
    Unondzaba, usabela uyabizwa emazibukweni, nondize, tshomela , nkwankwini , mayize yonke ayizukwenzanto, matshineyi’bheka njengomntwana, nxele , jolako ,bantshwa , untozabantu. Andilo Bhaca Ndilixesibe

    Reply
    • Hey bantase bendicel ukubuza ithini lento yokuba abantwana bentombi zibanomehluko izibongo zam

      Reply
  2. Mna ndingu Mxesibe wakwaDiwohlanga
    Dohlanga Ndlovana ithole lesilo uDiwodiza umabulal’ingw’egxeni iNdlov’edl’igoduka iNdlovu entle nonyawo layo lokunyathela uKhawulela owakhawulel’umntu eNtabeni Ondzala Mzi OMkheleka Olantshanga Oqhusani Oxhalanga Ontaka yesizwe saMaxesibe eyadla iNkomo nesikhumba sayo yashiya ilihlo ilishiyela amahlungulu into ezohluthwa ubukhosi ngenxa yobuxhanti UMzi owavela kuqala ingekabikho eminye Wade wabola kwavela amahlumela IXesibe loMdabu

    Reply

Leave a Comment