Qomfo Clan Names:

Mna ndingu Mbathane, Xesibe, U Nondzaba, Khandanyawana, Nxele, Mbala we Xhama, u Mkhuma Matshinaybheke Nje ngomntana, Bhelesi, masabela uyabizwa emazibukweni, ndi ngo wase Xesi kwa Qomfo phantsi kwe sika Nkosi Kama emhlabeni wama Gqunukhwebe, kwelo Tshawe