Faku Clan Names 😍 Faku Family Tree

Faku:

Nyawuza,

Thahla,

Ndayeni,

Ziqelekazi,

Ngqungqushe,

Dakhile,

Mpondo,

Hlamba ngobubend’amanz’ekhona


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

2 thoughts on “Faku Clan Names 😍 Faku Family Tree”

  1. Masibulele ukuva imbali ecacileyo nemnandi kangaka,itsho ndizive ndiyindoda yamadoda emadodeni,kodwa kwelinye icala ndisaziva ndilabalaba kuba kukho iindawo ezingade zivele zicacile.kukho abantu abangazalwanga bezinkulu ekuthi xa kuthethwa ngk bangaveli,bangaziwa noba babekhona umzekelo imbali yethu igxila kakhuulu kubantu abazalwa ebukhosini kube kukho abantu abangazalwanga ebukhosini abakhoyo abathi xa bekhangela umlibo wabo ungafumaneki kuba kuhanjwe nomlibo wamakhosi odwa.ukuba bekusiya ngoba ndinqwena ndinqwenela ukufumana imbali ngabantu abazalwa noMathayi lo uzalwa nguPhutha uPhutha ozalwa nguQiya ukuba ngobani kuba kukho into ethi uNduli kunye noTiyana ngabaninawa baka mathayi uyise wabo ngu Phutha,ukuba ukhona umntu onokungqina okanye aphikise makancede acacise

    Reply
  2. Masibulele ukuva imbali ecacileyo nemnandi kangaka,itsho ndizive ndiyindoda yamadoda emadodeni,kodwa kwelinye icala ndisaziva ndilabalaba kuba kukho iindawo ezingade zivele zicacile.kukho abantu abangazalwanga bezinkulu ekuthi xa kuthethwa ngk bangaveli,bangaziwa noba babekhona umzekelo imbali yethu igxila kakhuulu kubantu abazalwa ebukhosini kube kukho abantu abangazalwanga ebukhosini abakhoyo abathi xa bekhangela umlibo wabo ungafumaneki kuba kuhanjwe nomlibo wamakhosi odwa.ukuba bekusiya ngoba ndinqwena ndinqwenela ukufumana imbali ngabantu abazalwa noMathayi lo uzalwa nguPhutha uPhutha ozalwa nguQiya ukuba ngobani kuba kukho into ethi uNduli kunye noTiyana ngabaninawa baka mathayi uyise wabo ngu Phutha,ukuba ukhona umntu onokungqina okanye aphikise makancede acacise

    Reply

Leave a Comment