Faku:
Nyawuza,
Ndayeni,
Ziqelekazi,
Ngqungqushe,
Dakhile,
Hlamba ngobubend’amanz’ekhona
π Search here π+ ADD CLAN NAMESπ¬ Watch our videos
Faku:
Nyawuza,
Ndayeni,
Ziqelekazi,
Ngqungqushe,
Dakhile,
Hlamba ngobubend’amanz’ekhona
π Search here π+ ADD CLAN NAMESπ¬ Watch our videosΒ© 2026
Khanyisile Tembaletnu Tambo
Masibulele ukuva imbali ecacileyo nemnandi kangaka,itsho ndizive ndiyindoda yamadoda emadodeni,kodwa kwelinye icala ndisaziva ndilabalaba kuba kukho iindawo ezingade zivele zicacile.kukho abantu abangazalwanga bezinkulu ekuthi xa kuthethwa ngk bangaveli,bangaziwa noba babekhona umzekelo imbali yethu igxila kakhuulu kubantu abazalwa ebukhosini kube kukho abantu abangazalwanga ebukhosini abakhoyo abathi xa bekhangela umlibo wabo ungafumaneki kuba kuhanjwe nomlibo wamakhosi odwa.ukuba bekusiya ngoba ndinqwena ndinqwenela ukufumana imbali ngabantu abazalwa noMathayi lo uzalwa nguPhutha uPhutha ozalwa nguQiya ukuba ngobani kuba kukho into ethi uNduli kunye noTiyana ngabaninawa baka mathayi uyise wabo ngu Phutha,ukuba ukhona umntu onokungqina okanye aphikise makancede acacise