Mantlani clan name

Ntlane:bhengu, mayitshe, mgangxwebhubesi, Nomanz’akanamin’akanabusuku
phetsheya komlanjana, mfazonebelelinye, Dang’naqhoqho ,usibalakwekhwezana, abanye bebalinkomo, thina sibal’inkwekhwezi, nangona zingekho njengoku zazikhona mandulo

More about Mantlani

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

Leave a Comment