OoNyembezi ngooMzizi_ Ngalonde,Ncalamba Mbusisi, Nozitshetshe, Vuvula , Dotye, Duma bemshiya besithi uyanuka, Mampondo, Onovala ngohlango, Abanye bavala ngemivalo bona bavala ngenkanda zamadoda. ngooBumbantaba!!!
bafumaneka eMampondweni, Ebizana, E Renny ,KuNtabankulu nakwezinye iindawo ezinje ngaseNqadu!!
Leave a Reply