Bhala
Dududu
izithonga ezintathu
esesine yi mpazamo
u Nomeyisi
u Thombela u Sgwaqu
inyoka emnyama eyangena emlindini ….kanti ngowe Rhamba
🔍 Search here 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 Watch our videos
Bhala
Dududu
izithonga ezintathu
esesine yi mpazamo
u Nomeyisi
u Thombela u Sgwaqu
inyoka emnyama eyangena emlindini ….kanti ngowe Rhamba
🔍 Search here 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 Watch our videosβ 2025
Masivuye mbooi
Bhala la dududu mzimba okhala igani Usborne,nomeyisi ,manjo nyoka emnyama eyathi ingena emlindini wayo kanti ingena kowesrhama
Asemahle Dweba
Bhala ka dududu Meyisi Manju, Thombela, Ntlantsi yentsimbi. Nyoka emnyama eyangena emlindini kanti ngowe Rhamba
Siphamandla Dweba
Bhala ka dududu manjo hele hele nomgobho nyoka emnyama eyangena emlindini isithi ngaba ngowayo Kanti ngowe rhamba.
Sisiduko Sam ke eso
Lazola Ndamase
Bhala
Ka Dududu
Mhlambi olala intaka
Hazi zolalaphi kutshile nje
Ntokozo
I waz born kabhala but i neva grow up there please give me ful izithakazelo zaka bhala
Amanda Ngaleka
Bhala ka Dududu
mhlambi olal’intaka
Hazi zolalaphi kutshile nje
Thombela, Manjo, Nonkonyane