Bhala clan

Bhala

Dududu

izithonga ezintathu

esesine yi mpazamo

u Nomeyisi

u Thombela u Sgwaqu

inyoka emnyama eyangena emlindini ….kanti ngowe Rhamba

Bhala clan praises:
Bhala kaDududu, Mabhala ngozipho, Ebhalel’edolweni, Mhlambi olala intaka hazi zolala phi kutshile nje, Zithonga ezithathu esesine yimpazamo, Nomeyisi, Thombela, Sgwaqu, Inyoka emnyama eyangena emngxunyeni kanti ingena kowerhamba, Helehele, Ntlantsi yentsimbi Manjo, Nomgabo, Nonkonyane


🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES▶ UTube Channel

12 thoughts on “Bhala clan”

  1. Bhala kaDududu, Thombela, Manjo, Nomgobho, Helehele, Ntlantsi’yentsimbi, Mhlambo’lalintaka, Meyisi, Nyokemnyama eyakhohlwa umngxunya wayo yangena kowerhamba. Ozalwa nguMpondo, yena ezalwa nguNjanya kaSibiside. SingabaseMbo thina intsusa yethu.

    Reply
  2. Bhala la dududu mzimba okhala igani Usborne,nomeyisi ,manjo nyoka emnyama eyathi ingena emlindini wayo kanti ingena kowesrhama

    Reply
  3. Bhala ka dududu Meyisi Manju, Thombela, Ntlantsi yentsimbi. Nyoka emnyama eyangena emlindini kanti ngowe Rhamba

    Reply

Leave a Comment