Surname Meaning, History, Clan Names & Latest News

Izithakazelo Umlando Clan names Iziduko

DONGO CLAN

ABANTWANA BEGAZI, BASEBUKHOSINI, OMZOYI, ONONTANDA, ONOMANDLA, OSIWANA,OVEZI , OQHIDASHE, OMBUYISA. SIZUKULWANA SIKA DAKA KAMTOSE. SIZUKULWANA SESIZUKULWANA , MZUKULWANA KA NOTYWIDI NTOZIKA DINGANA ZIKAMAKULENI ,ZIKA’MZOYI ZIKA NONTANDA, BANTWANA BEGAZI LASEBUKHOSINI. NDINGU KHAYALETHU MAKULENI NDINGOWE’SENDE LIKA MNCEDISI MAKULENI, NDINGUMTANA WESINGXOBO OYIBONA ISEKUDE INKATHAZO SUKA ABASINEKELE ABENZI BOBUBI , CAMAGU NYATHENKULU !!!!

Izithakazelo zakwa Sambane | Sambane Clan Names

Sambane sika Mtshokotsho esiwumba singawulali ulalwe zizi zwana ugida ngebamba abanye begida ngeztshingana uNonduku ayikhethi nakumkhwenyana I Vundle lihle !

AmaNjuza Clan | Iziduko: Njuza

uNJUZA! nomaKhala! ooJola! impondomise ngohlanga, sthukuthezi, sithandwa mhla kukubi, mfaz' obele 'nye omabele made, oncancisa naphesheya komlambo!

Previous

History of Tembe

Next

Nhleko Clan Praises

2 Comments

  1. Makuleni, ngo dongo, onyathi, ombuyisa, omzoyi, o qhidoshe, onomandla , ovezi, onomandla, ontande, Bantwana begazi lasebukhosini sizukulwana sika dingana aaaa somaxhakambela, aaaaa zindlovi

  2. Phindile

    Makhuleni, Dongo, Nyathi, Ndabezitha, Vezi, Ndicela iclan yamaBhele ukeze ifikele ekwahlukaneni ; Dongo, Langa, Dlambulo

Leave a Reply

Your email address will not be published.

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: