Dosini Can Names, Iziduko & Family History | Umlando

Iziduko zoo Dosini Clan Praises:

Ngcwina,
Dosini,
Nqabashe,
Mqhorana,
Ncelenduna,
Phangilanga lingekaphumi,
Mlungomhlophe nozwane lakhe,
Ntose,
Noyila,
Nogqazumthonyama,
Ntwengathi Nkosi mntwini kuba nkosi ngokwayo ewela kumlambo Thina,
Umlambo onobulawu bokuhlambinkosi zamampondomise ongaliweliyo, Tsitsa engadlulanga komkhulu !!

More about Dosini Can Iziduko

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

Leave a Comment