Iziduko zakwa Manci by admin Manci Clan:Mbali, Wabane, Tshitshis’intaba, Mdludla ka Bekiso, Zinde Zinde Zinemiqala ! 🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES▶ UTube Channel
Kuba sasisuka eBelubedu above Soekmekar to Makonde under Queen Modjadji. Safuduka kukungoneliswa kukuphathwa nguMfazi. Saphelela phezu koThukela eMkhondeni ePMB okwethutyana. Xa uTskaka esisukela sadludla amathambheka oThukela saBhaca no Madzikane…..qhubeka Mdludla Imiqala ngamalunda,Qha!hayi intsa. Reply
Wabane,Cabhane
Mdludla odludl’amathambek’ebhek’eThukela
Manci, Qholo, Mbali, wabani❤️
Why the manci clans end up at Ntanankulu town EC
An addition to iziduko zakwaManci: Mthi owathi ukuwa wabhekisa amasebe eThukela
Ontwezinde zinemiqala engenamqala sisilima
Kuba sasisuka eBelubedu above Soekmekar to Makonde under Queen Modjadji. Safuduka kukungoneliswa kukuphathwa nguMfazi. Saphelela phezu koThukela eMkhondeni ePMB okwethutyana. Xa uTskaka esisukela sadludla amathambheka oThukela saBhaca no Madzikane…..qhubeka Mdludla
Imiqala ngamalunda,Qha!hayi intsa.