Bhose, Mdaca, Mlowa, Tshitsha, Myeni, Slevana, Qononda, Dumba ka Nobangula, unoyhini yhini namhla engenzanganto, uNdosele, urhintyela ngethwa-thwa… iinkomo ezikhuzwa ukuhlaba zingena mpindo.