clan names πŸ’™ clan history πŸ’―

izithakazelo

Iziduko zamaXhosa

Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Xhosa Clan Praises 😍 Xhosa surnames

A few clan names of amaXhosa and related ethnic groups : AmaNzotho, ooKhawuta kaGcaleka, ooMaphango, ooNgxale, ooNyelenzi, ooPhalo, ooTogu, ooTshiwo kaTswawe, kaMalangana (AmaXhosa omthonyama)

  • AmaGiqwa: ooJikijwa, Mvaba, Meqo, Ncudwana, Nkosana, Mdeyama, Xhe, Bhaxa, Qhirama, Nonesi, Qobo, Ntshinga ay’khwazwa ikhwazwa ngabayazo.
  • AmaZangwa: Khwalo, Mlanjana, Ncuthu, Sohobese.
  • Bhayi (Khetshe, Mkhumbeni, Msuthu, Gwaca, Camsholo, Nyokemnyama ecand’iziziba, Nkonjane ebhabh’ emafini, Mkentane, Mevamhlophe, Vundle, Khayisa – they belong to the amaVundle people/group)
  • Bhele Sikwethu;Makubalo; Mzozo; Nozulu; Mavuso; Notell; Nondela; Bharhodi; Nebhunda; Salaivha;Phei; Kaifur; Kuptar; Mbai; Bhungezi; safi; dez; Pheketha; Mbeko; Ndzikame; Madzikana; Cii; Ciya; Gume; gamle; Ngamlana; Qwiba; Ndizakazi; Ntulo; Siqenduka; Nduku; Mfunisa; Masela; Ndzeku; Lahilathi; Msomi; Mzaku; Ntamonde; Hasheki; Mishekwi; Mbidaniso; Rhamente; Mzotho; Mandela; Msuku; Mthengana; mantambo; ntuli; Mthembu; Mtembu; Ntuka; Nteko; Ntoni; Ntonga; David; Favors; Fu; festile; February; Jonnas; Bele;Gqokoma; Gontsana; Fakude; Fezela; Gugushe; Gagashe; Mehlomade; Masengi; Nyembe; Maduna; Mqwathi, qwasana; Nxasana; Zwai; Bhala; Shezi; Mbekeni; mathole; mathambo; Mazwai; Fukutha;Gwara; Tshawe; Shumeka; Tamse; Luthuli; Magidela; Mgabadeli; Ntsele; Ndayi; Nqala; Ludeke; Madikizela; Ngutyana; Mtengwana; Ngcingwana; Khuluza; matumatu; Photshozwayo; Majeke; mtholesi; Nodada; Mfikeni; Mafikeni; Mofokeng; Twala; Thwasa; Mgoma; mMgeza; Mlaba; Jereka; Jere; Jele; Vhoni; Mfeka; Ka Mvumbi ka Ngigame Notha
  • “uBhele, uLanga, uQunta, uMafu, uKhuboni, uNdabezitha, uNyathi, uMadibanandlela, uSilokazi, uMbutho, uMdluli, uNkomi’nala, uMbikazi, uNontandukuphakanyiswa”,
  • Bhukhwana (ooMbara, ooMpofu, Mtshobo, Phaphulesilo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo)
  • Bhisha (AmaNtambo, Gaba, Xho’ndlovu, Mvundl’olubhelu, Gogoba, Gantsa, Zotsho, Bathi Nonyawana zincinane kanti zinkulu oku kwe Bhlayi letolofiya).
  • Bhuku (Sinqasha, Nkamangane, Mbhamla, Mfazi obele lide oncancisela ngaphesheya komfula, iingonyama ezigqumela ngaphakathi ngokuthanda isizwe sama Xesibe).
  • Cethe (ooChizama)OoBhurhuma, Ncenceza, Mlowa, Mbambozinomongo, Ootyinyamikrwada, mlanjana, njoloza, ngcok
  • Cetshe (Jaba, Rhuba, Mlamb’okhwel’iintaba, Mlamb’owelwa ziinkonjane)
  • Cirha (ooNcibane, Ntswentswe, Nojaholo, Qhanqolo, Sihlobo SikaPhalo, Hloml’phuthu lidala lineempondo, Ghabha ka ntsikana, Nyembezana, MGcaleka, ooMhlantla, khawuta, ntswayibane, nkosiyamntu, ooMhlath’endlovu, Noni, Mfuyo, Lindile thuthani Mdantsane; Mayinga nyevulwa inyashe ngonyawo zambath’iindela; zona zaphosa ub’khosi ngexa yePhuta; zona zibeleke ingasi yobukhosi)
  • Dala (Mganu, Jali, Ntshintshise)
  • Deyi (Ncume, Cume; Cum; Wei; Wayisi; Bhangushe; Bhengu; Cebisa; Deyiso; Dei; Deii; Gabisa; Manzini; Mdeyi; Mtame; Hlathi; Hlabe; Mjoli; Makhoba, Mako; Xolo, Meko; Ngcolosi; Sengwayo; Mthwakazi; Jabavu; Nonina; Dlakana; Ngilana; Ndleko; Vezi; Ndeki; Murr; Nkuna; Mbokazi; Wushe; Khusi; Khusher, Sinyali; Phakwe; Pepu; Mphephu; Babalo; Phaahla; Phoi; Hambashe; Ham; Herr; Nkatha; Nkhatha; Gwabini; Gqwaru; Ngoni; Ngozi; Fusana; Geda; Phephu; Ndudane; Farru; Fini; Finini; Mbelani; Bhekiswa; Bekiswa; Qhakaza; Bekiso; Mase; Manci; Mancini; Noconjo; Zikhali; Mzungulu; Zungulu; Mzungu; Mphafane; Kheswa; Mphafa; Qamata; Qubulashe; Gqigqigqi; Duur; Diya; Diko; Xhonti; Ntoyanto; Xarru; Xhakaza; Xakaza; Shwawu; Mshwawu; Zotsho; Somdeyi; Sukwini; Mahoyi; Motsa; Zungu; Velelo; Valela; Phaala; Mtebele; Lambatha ; Nduli; Mbovu; Xoi; Xarr; Sarru; Soreh; Soi and Noma-Ndzo-Ndzo ka Phika’ne’langa
  • Mnkabane – Majeke, Mthwembotyi, Noqazo, Mayeye, Nduntsha, Nkomo zika Marhama, zika Ngxalenye, zika Khamanzana, unyawo zipinki noba zinentsente, uMthondwana, Mbuswana, Nywabelemntwini, mfaz’obele linye, Nkomo zakwa Ntleki, Mabandla ka Rhanjana, Mzilanto. Undlunkulu wamaNkabane use Dutywa kwisithili sase Taleni*”Lunga Mdunyelwa”

Debeza β€“ OoDebeza, ngoJebe, Nonyanya, Nongoqo, Mbeka Ntshiyini Bathi uqumbile, Khonkcoshe Mbokodo engava mkwetsho (These are royalty in the Amampondomse group. Their main concentration is in the former Transkei, in Tsolo, Qumbu and Umthatha in the Eastern Cape.)

  • Dikela’ Mqwathi, Bhlangwe, Yongose, Noni, Mfuyo, Ntswayibane Lindile Thuthani Mdantsane
  • Dlamini (Sibakhulu; Senzeni; Gqibheto; Luku; Lukha; mesizwaphe; ;Mankuthu; Debesi; Vakasheli; Ndosile; Leki; Ndasuka; Mziyaso; Sokhanyile; Madinga; Susela; Ndosi; Mlotshwa; Ndabazabantu; Mpangazitha; Seku; Mabhida; Peleng; Sokhula; Shange; Nxasabe; Nkulukazi; Mkhiza; Mzizi; Sejamu; Sejadu; Jinineka; Mjele; Jaziya; Jali; Mawawa; Ngubengu; Sonci; Qhineba; Ndelekana; Nyathi; Ngwcabe; Ndasa; Fuleka; Sifumba; Ndlambe; Mjevu; Jevu; Jambasile; Ndalasi; Ntesi; Tyesi; Mbele; Ntume; Nibe; Mcube; Ngcobo; Gumede; Hoffman; Sesesako; Mbusiye; Hadebe; Sibaya; Williams; Buleki; Mtshengo; Nduna; Ntlanga; Mfolosa; Lefifi; Mpuluka; Zondi; Mjeleku; Sabani; Langasika;Khabazela; Nyuzwa; Fanana; Mbeko; Mbingwa; Ntokuza; Ledimo; Leremi; Manyathela; Mashile; Mashaba; Dhlamini; Ngonyama; Mkize; Nzimakhwe; Shenge; Ngwenya; Solomons; Khumalo; Sabelo; Kelso; Daniels; Mzimba; Mndzima; Msebendzi; Ntshona; Ndlovu; Mbeki ka Nkomo ka Vungwana
  • Dodo yirha, mzondi, sambu ziyeka, thambo lenyoka lihlaba elimzondayo Dlomo (Sopitsho, Ngqolomsila, Yem yem, Vela bambentsele)
  • Dontsa– oNoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, oMntungwa uNdukuMkhonto, uShembe, bath’ uDontsa akananyongo kant’ abay’bon’ uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo… (Hlubi clan)
  • Dzana khatsini, Mkhuma omnandi njenge zambane, Ncwabe, Nomayeye, Nxgabalala ‘simamkele nkushubana’ (amabhaca)
  • Dzanibe (Nqolo, Gaba kaThsayisa, Mntu wasemanzini, Ndzabedvolo, abakhibexonya-bengalaluki, ningayiqabi mpobovana nizawudlula nabadluli bendlela, Ndzathsane, Mahlambahlaletyeni, Nomvalo etc.
  • Faku (Nyawuza, Thahla, Ndayeni, Ziqelekazi, Ngqungqushe, Dakhile, Mpondo, Hlamba ngobubend’amanz’ekhona)
  • Gaba (Mgweba, Mngqosini, Mjobi, Thithiba, Cihoshe, Nozinga, Mnt’womlambo, Thikoloshe, Ndoko, Mbokodw’emnyama Kahili, Msuthu)
  • Gadluma (Cekwana, Ndulini, Gando, Tshutsha, Tyhopho, Mbomb’emfene, Izinto ezadla igusha zabelungu zathi ziziduli zethafa)
  • Gambu (Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi – AmaHlubi)
  • Gamede (or Gamedze) (Nogele, Skhutyana, Phosibe), Mzamani, Ngonyama, Silwa kaMasikani, Nomasi, Gele, Mphubani, Maqaqasi, Mbew’enkulu engahlungulwa, etc.emaSwati
  • Ganu
  • Gatyeni (Mamali, ndondela, nkomo zibomvu, nywabe, indoda uyivumi nepokoto, ocubungu)
  • Gcina, Helushe, Xhamela Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho (Bahamba bepheth’isali – ihashe bakulifuman’emlungwini. The Gcina clan is originally from Lady Frere in the Eastern Cape. The amaGcina are thought to be kings of Lady Frere as they are the dominant clan. OR Amagcina Amarhula (Xhamela Ncancashe, Nogawul’ikhula, Malambayendle elambel’inyama yenyamakazi, nokwindla, uthyopho, uhamba epheth’isali ihashe ulifumana emfengwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcina, bathi iigusha ziziduli zethafa, ibhokhwe ngumnqabaza wehlathi, Isizukulwana sika Nomagwayi, umbon’obomvu wase mbo.
  • Gcuma, (Gcuma, Jola, Dzabela, Mayaba, Nonga yintombi, Malandelwa yintomb’ ithi ndizeke.
  • Mgebe (Ngobe, Ngaleka, Mkhasela Mduduma nje ngezulu)
  • Godlwana (Nompunzi, Gcodi, Lusalu, Catala ka Qoyi, mbumbulu inye zingabambini ziyadubulana)
  • Goqolo (Ntshintshi, Thanana, Tyebelangaphakathi, Mjoli, Sheya, Ganeka)
  • Gqunu
  • Gqwashu Gxiya, Mvambo, Lawu, Siyaphi, Manzini, Ndotshayisa(with Khoikhoi ancestry)[4]
  • Gqwarhu β€“ Deyi, omhlophe, Khawu, ngoszi, Mtabasa ka Dingana, cebisa
  • Gxarha, Cwerha, Vambane, Mahlahla, Siyoyo, Mlawu, Potwana (Mpodomise subgroup clan name)
  • Hegebe
  • Jali (juda, Mpemvu, Ntlotshane, Mvetshane, Jonas, Tshira, Mabhala, Gwatshu – AmaHlubi)
  • Jola SingaMampondomse ngohlanga, ooJola, ooJoliNkomo, ooMphaNkomo, ooQengeba, OoNgwanya, nomakhala, njuza, sthukuthezi, sithandwa mhla kukubi, hoshode, hakaha, mfaz’ obele ‘nye omabele made, oncancisa naphesheya komlambo (The royalties of the Mondomise)[5][5]
  • Jwarha (Vongwe, Mtika, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Tiyo, Soga, Mnguyane, Mbelu, Ndabase, Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali, Ntame’nemida njengeye nkunzi, mabujwe’bhidlika njengodaka)
  • Khawuta
  • Khiwa (Qwebeda) (Khonjwayo, Chithwayo, Ngcekula, Ndzondela, Hlaka, Ngetu, Phoswa, Silwanyana, Makalanyana, Sikhehlana a Pondo clan)
  • AmaKhonjwayo Isizwe noMnombo (Tribe Genealogy): Sizakuwubeka ngokokuzalwa kwabo, sithatha nje iintloko zabo, uChithwayo uzala uKhonjwayo, uKhonjwayo azale uKhiwa, uKhiwa uzele amawele elokuqala nguNgcekula elesibini nguNtsikinyane kundlunkulu wakhe (Great house) uKhiwa ezele uNdanya ekunene, (amaNdanya akhokelwa nguNkosi uVelile Mkono)waza kwiQadi wazala uTshizi, indlu kaTshizi ikhokelwa nguSiqukwana.(Inkosi eyayiphethe ngexesha lakudala ihlonitshiwe nguNgcekula)uNgcekula (iwele lokuqala) uzele uNdzondela, uNdzondela wazala uHlaka, uHlaka wazala uNgetu, uNgetu wazala uPhoswa, uPhoswa wazala uSilwanyana, uSilwanyana wazala uMakalanyana, uMakalanyana wazala uSikhehlana, uSikhehlana yena uzala uTatana. Ngoku singena kwinzala yewele lesibini. UNtsikinyane iwele lesibini uzele uMakhanda, uMakhanda wazala uNogemane kwiGreat House, kwiRight house wazala uThungana. Masiqale kwindlu enkulu, uNogemane uzele uGwadiso (Dumile), uGwadiso wazala uGodloza, uGodloza yena wazala uNtenteni, uNtenteni wazala uGobizithwana (uZwelidumile) waza ke yena uGobizithwana wazala uDumisani inkosi enkulu ephethe isizwe samaKhonjwayo ngoku. Kanti ke uThungana yena wobunene buka Makhanda uzele uSithelo, uSithelo wazala uPhonyela, uPhonyela wazala uMakhizinyani, uMakhizinyani yena wazala uHlathikhulu, uHlathikhulu yena uzala uThulani.
  • Khumalo (Mzilikazi kaMashobane – Hlubi clan name)
  • Khwetshube (Xhanga, Ngcawukana, Thamse, Bipha, Bhongxa, kaXhanga; Mhlang’olal ‘intake Kaz’ utshile nje zolala phi! Ndlu kaYokazi. (Mabude, Ndelemane, Detshe, Njenjani) (Mpondo clan name)
  • Kwayi (Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond’oneentshaba, etc.)
  • Madiba (the clan name of Nelson Mandela, a Thembu. Important rulers and chiefs include Mthikrakra, Ngangelizwe, Dalindyebo, Joyi, Jumba, Sabatha, Buyelekhaya)
  • Maduna (Gubevu, Nokhala, Jiyana, Tiba, Matoetoe, Msuthu, Sjekula salakulandela, Umnt’abesi gejebe nkomo sekhona, malobola gesegadana, Umnt’owaw’edakeni kwathi nqa abantu – amaHlubi)
  • Majola (see Jola)
  • Mambi (Nxontsa ka Xesibe, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, Mntshontsho uSabela uyabizwa emazibukweni)
  • mhlwane (ozibula, amahlwane, omkhaliphi, oSigayela, omasabisa, tsiya, oshlahla somquma sigawulwa sisahluma, osthebe sibanzi sisikela amavilakazi)
  • Manci (Mbali, Wabane, Tshitshis’intaba, Mdludla, Zinde Zinde Zinemiqala)
  • /Hlanga (Hlanga, Nobetha, Mqiya, Mndlovu, Mntada, Xhinela, Maleku, Nxeko, Dlangamakhandlela, Yokhwe, Maphuza, Mgweleta, Zilenzi, uMfaz’obelenye phesheya komlanjana) Thembu clan
  • Matshaya Mbathane, Xesibe
  • Mbanjwa, Gebane, Mpethwane, Gubulundu, Nongoma, Ntimela, Mhlabeka, Mantiyantiyane, Hlubi
  • Mbatha
  • Mbongwe, Mbuyisa, Mvemnyama, Khoza, Sondisa, Mathobela, Nqalela, Ndimande ka qaqaqa, Sigudu sebhokhwe, Sandamela, Ndawonde, Madas’elangeni, Nkob’aziphekwa ngamavila ziphekwa zizikhuthali – AmaHlubi
  • Mbotho Mbotho, Mazama, Mtshikilana, Myalo, Fulela mfaz’ olivila kuyanetha, Sibasa manzini kuvuth’ umlilo, Nyawo zibomvu nokuba zinentsente, Ntsindane, Malala nentombi ivuke ithi ndizeke, Sibasa Manzini kuvith’umlilo, Thoyane.
  • Mdlane, Tutuse, Nomdimba, Qandashe, Mbomboyi, Ntlokwan’ibanzana, Ngubengcuka, Mtikrakra, mThembu
  • Mdlangathi: Mome mome Sirhama Somntwana, Juta, Ngwenduna, Mencwa, ntshozina, Nobhedu, Ntaba ayikhonjwa ikhonjwa Ngamadlangathi odwa, Nyonyoza ka Nyinywa, Nyame’enja eyafel’emfuleni yeza ngokunuka elalini, Ntlangwane, Mkhobela, Bhalangile ka toto, mth’ugawlwe ngabangangaye ngamapilinya, u-hagu hagu ndibolek’umbombo ndiqebul’amafusi ndakuph’iingqweqwe mhla ndafula, nzipho zekati ziyi nkcalankcala zithul’ibhekile yetiki ixhonywe emahlantini ob’hlanti, mfaz’othakathayo ubonwa ngeempund’uxweba xa kbanda, ndakthum’ebhisdolophu walibala kusel’iti enempukane, mbembe ka mahlalela, u juba lalal’emthini ngokuzbonakalisa, nkunz’emnyana bakhuz’ukuhlaba ngoba zonk’izizwe ziyzwil’ukulila.

, 

  • Mfene Lisa, Jambase, Hlathi, Msuthu, Buswayo, Canzi, Sanzanza, Uzango’mva Eliweni, Uyibeka Elityeni Ityiwe Zimbovane.
  • Mgiqwa, Magele, Thotywayo, Jikijwa, Mvaba, Nkosana, Tshobo, Ntshinga ka Khwaza, Ntiya, Bambani
  • Mhaga (noSabe, Amawel’ukuzana, uQwetha no Gqubushe)
  • Miya, Gcwanini, Munja, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa, Maguqa agalele njenge ngonyama
  • Mjoli (Deyi, Shishi, Qubulashe, Wushe, Ngilana, Nonina, Bharhuzi, Fusani, Khusi, Bhedle, Mpulana, vebi, Zulu)
  • Mkhwane -Mwelase, Sigasa, Ntukela, Mlalase, Cikilili, Ngwekazi, Mqingwana – AmaHlubi
  • Mkhwemte Dabane Sgadi Meka Ntwentswe Fulashe Nojaholo Ncibane Qhanqolo Ntlokwenyathi Ngququ venge
  • Mngxongo (oNtsundu, oYem-yem, oVelebem’bhentsele, oZondwa zintshaba zingazubenza nto, oSophitsho, oMadiba, oNgqolomsila, oDlomo, oMthikrakra ,Qhayiya (Descendants of the AbaThembu, see Madiba, Dlomo, Mmaya)
  • Mmaya (oYem-yem, oSophitsho, oMagwa, oNgqolomsila, oBhomoyi)
  • Mlambo (Hlubi, oMbinga, Onoxhaka, oDladla, oLubisi, oSenene, Mlambo ongawelwayo owelwa zinkonjane zodwa pho nazo ukuba zinempiko) siszalo sika Gxiva
  • Mnganga (ooKrila, Thangane, Mbamba, Bhodl’inja, Ngcondozimhlophe, Mgquba)
  • Mpangela, Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle, Oogudlilwandle bade balifanela.AmaHlubi
  • Mpehle : Cabashe, Dikane, uVete, Notyedo, Goc’ iNyonga, Masila, Nkomo z’bomvu (a Mpodomise clan name)
  • Mpemvu : uJali, uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva (a Thembu clan name)
  • Mpinga, Mawawa, Mbolokoqoshe, Nto*mntwana, uSenzwa, Sineka, Mbetshane, Hlahla lamsik’ umntu es*ndeni, Ngceza, Sintila, Nyaw’ zinoshukela, mzukulu kaSityulu, kheth ‘omthandayo, Mawawa, yazi binobaya ifanelwe ngabafana): the clan of Enoch Sontonga, author of “Nkosi Sikelel’ iAfrika“, part of National Anthem of Republic of South Africa.
  • Mqwambi, Holomi, Khawuta, Tete, Tshanabe, Tshazibane, Gcaleka.
  • Mtakwenda (Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe)
  • Mthunzi (Nyukwana, Homposhe, Njifile, Ntibane, Pepepe, Nkayi, Thambo lihlab’elimzondayo, Qabel’eliweni, Mthwakazi)
  • Mvulane (Ncilashe, Msuthu, Sizila, Marhula, Papashe, Gwadela – Separate from the amaVundle)
  • Mweli (Jili, Msingawuthi, Ngqambela, Masengwa, Gqagqangana, Thukela, Mchemane, Sibakhulu, Mkhont’ obomvu, Ntlangwini’s enebatha yaseMakhuzeni), AmaKhuze
  • Myirha Mzondi Sampu Ziyeka (Ithambo lenyoka lihlaba elimzondayo)
  • Nala (Ndokose, Mpembe, Nomgquma, nojakadelana, ozila zimkhonto zimangqangqase, inkomo enhle yaphiwa amaNala nobuhle bayo, osibhekuza baboNzima, bona abaphembela umlilo emanzini uvuthe, omakhanya ehlungwini kuhlwile : amaHlubi)
  • Ncuthu, Mzangwa, Khwalo, Mlanjana, Songobese, Nkume
  • Ncobeni (Mthunzi, Gema, Sibakhulu, Thabethe, Dlekedle, Tiba, Khuze), AmaKhuze
  • Ndaba (Tshibase, Bhadela, Mntungwa, Nonunu, Nomangcangca, Nogubel’egoduka, Nzipho zimnyama kukuqhwaya, Nkuluka, Dzujana, Choboka nje ngomkhuma woThukela, Nyawo zimhlophe noxa zinodaka, Ntombezintle nabayeni bazo, Bharuza, Manyuza, Njujane, Nothuli, Nomangcangca, Mvelase, Magutywa, Mgubo odliwa ngabahambi bendlela, Mntungwa ombulazi owadl’umntu emyenga ngeendaba, Nompundwana zincinane yanga zingongiwa linunu entle engadli mntu, Khand’iyeza etyeni, Ngabaphakela umyeni esithebeni kuba besonga amazimba, AmaHlubi)
  • Ndala (Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina, Ntombi ubentseleni inkomo zimkaje)
  • Ndlovu Mntungwa Gengesi Malunga Mancoba (zidlekhaya ngokuswela umalusi), AmaHlubi
  • Ndlela (sibhekuza, nodabekhula, nodada, nala, AmaHlubi Amahle)
  • Nduli (Bhoma, Phutha, Mayoni, Nkcala, Umkhont’uyimesi, Umquli kodwa akakwaz’uhlanganisa)
  • Ndungwane (Bhejula, Velabambentsele, Yem yem, Bukhali bentonga, Sophitsho, UKrali, uSoze, Ngibiselwano, Isagweba esavala iindonga kukubi, uSandla senkosi, uMsimelelo, uNgqolomsila, Buhle bendoda ziinkomo, Themba lamagwala.), Dlomo, Sophitsho, Ngqolomsila, Diya, Mngxongo, Abathembu descendants,
  • Ndzaba (Msuthu, Bhili, Mancoba, Rhanza, Gasa, Mwelase, Vangane, Nkonyeni, Sishuba) into ezehla ezintabeni/ezinkahlambeni zishubele ngenqatha lehashe… amaHlubi
  • Ngcitshane (Sigcongoma, Nkwenkwezana, Mev’amhlophe, Mal’iyavuza)
  • Ngcwangule (Mpondo clan name, Tita, Phelwani, Nqashiya, Sikhuni somga nesomthole, mfazii obelelinye owaliphosa phesheya komlanjana bahlutha bonke abasemangcwaguleni, ntombi ziyamlilela zithi Bhuti usishiyela ntoni sikhuthanda nje, Ntombi zithi ndizeke Bhuti noba awunankomo, umntu awagwazumntu emasendeni
  • Ngwane (Hlongwane, Ngwane kaNgodi, Masumpa, Masenga sileke, Nduku Zinobulongwe, Masobuza, nina besizwe sikaMatiwane, usozisela kaMasumpa noTshali), AmaNgwane
  • Ngxabani (Meyiwa, Rhibela, Bhabha nomhlehlo, uMdatshi, ubodi kaNcokazi, Nontwenja yinkongolo, bebal’ iinkomo nje thina sibal’iinkwenkwezi)
  • Ngwanya (see Jola)
  • Nkomo (Mntungwa, Khumalo – amaMfengu. They are originally Ndebele from Natal and arrived as refugees in Thembuland in 1828 during the time of the Mfecane Wars – amaHlubi)
  • Nkwali (Hlubi clan name: bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi). The Nkwalis’s were born ebukhosini (kingdom) buka Ndwandwa and they were famous during the rule of Dlomo the Thembu king. Nkwali originate from Mkhwanazi ka Ndwandwa. Nkwali joined the amaHlubi tribe. Nkwali gave birth to Mlabatheki who gave birth to Bukula. Same as Bukula, Maphela also comes from Nkwali. Mapela(Hlubi name for cockroach) got the name because he was so wealthy that his wealth was all over like cockroaches.
  • Abakwa Nkwali bazalwa ebukhosini, kunjalo nje baduma kakhulu ngolawulo likaDlomo. UMlabatheki wayengumfo wakwaNkwali; yena uzala uBukula, lo ufungwayo ngabo.

uBukula ngulo wamisela uNtsele kubukhulu bamaHlubi, gokusuka amkhelele amanzi ngophondo ukuba awase kuise-mkhulu uDlomo. AbakwaMaphela isekwa ngabakwaNkwali. Balifumana eli gama kuba ubutyebi babo buska banyakasela ngokwamaphela, kwaba se kusithiwas ngabakwaMaphela. “Ngabakwa Nkwali Bhukukala Mkhwanasi,Makhwanasi amahle, amaHlubi kaShamase Nkwal’ enkosi, Enyon’ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi. Ngabakwa Buz’ elikhul’ elagedl’ umhlanga, Kwavel’ amaBuz’ abuzwana. NgabakwaNongubo-ntloko. Abanye bazitetil’ abanye bazithwele. Inkwali yintak’ engcondo zibomvu Edla ikhethe lomfula isihlobo sobugotsho isihlobo sobuwanguwangu uMuMosulelwa ngamafutha inyama engayidlanga Mntana akafani noyise ngalivezandlebe intombi ithi ngizeke Nova awunankomo Mthulukwa lowathulukwa entabeni njengengqatha zempundzi Shamase Somlomoti Spheshu Madubandlela Mkhwanasi Msuthu Sokhethabahle Somkhele Mtubatuba Dlangezwa Phalane Mntongenankundla Luvuno Veyane(Velane) Mayanda(Malanda) Masukumbeya(Mashukumbela) Nzama kaBelisi Magcoba Mhabahaba Sontuyi(Sontuli) Gagisa: IZiduko zama Hlubi, ngu Henry Masila Ndawo. Published by Lovedale Press, 1939. Found at Rhodes University Library. Last updated 12/03/2013 nguNkwali, uBukula, uThando wakwa Mjebeza kaNokuni ozalwaNgumsithi yena ozalwangu Mjebeza eGobozana eQonce.

  • Nozulu (Deyi, Kheswa, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mzimkhulu, Ndokoma, Dosini, Thukela, amaHlubi)
  • Nqarhwane (ooZduli, ooHintsabe, ooMaqhula, ooHlabilawu)
  • Ntlane (uNtlanga, uNqabane, uDingi, ooMpilo, ooMkhondwana, oobhal’esendeni ngonqaba kwephepha, ooGcuta, oSinje, oomthwa kaSihula, amawele ukwezana ancanciswa apha nangaphesheya)
  • Ntshilibe (Bhanqo, Ndize, Langa, Mdumane, Bobese, Gawul’abathakathi, Nqambodada, Nyokony’elinyam’enyameni, Ntshontshololo, Mgcaleka, senior Counselors in the Xhosa Royal House, “ama andina tata ndizeke ndingowakho”.
  • Nxasana, Thaba, Dunjane, Skhonza, Gazo, Mkhiwa, Totoba, Malilelwa zintombi zithi “Bhuti ndizeke andina mama andina tata”, Gqunu kaNomphakatshane, NoMbhekela, Malunguz’ udonga andulukuwela
  • Nxotwe (Gabazi, Qamkazi, Mfuza afulele okwelifu lemvula, Mpondomise)
  • Nxuba (Mduma, Rhudulu)
  • Nyase (uMduma, uBhobhoza kaMgqiwane, uNothintwa ongathintwayo ungamthinti lo mntwana uzakukuxaka, icala lenkomo emdaka, uNdzabela, uNtsebeza, umfaz’obelelinye oncancis’okungaphetsheya, uFenjana kafebana ogangathel’abanye bedl’ubomi, oonoshukumis’imivalo, oohombe…Found in Ntabankulu and Lusikisiki, petsheya kweThina, phetsheya kweTsitsa, phetsheya koMzimvubu [AmaMpondo]) ongathintwayo ungamthinti lo mntwana uzakukuxaka, icala lenkomo emdaka, uNzabela, uNtsebeza, umfaz’obelelinye oncancis’okungaphetsheya, ofenjana kafebana ogangathela abanye bedl’ubomi, onoshukumis’imivalo, ohombe .. Found in Ntabankulu eDumsi, eMacwerheni, Lusikisiki, phetsheya kwe Thina, phetsheya kweTsitsa, phetsheya koMzimvubu)
  • Nyawuza (Faku, Mpondo ruling line, chiefs including Faku, Sigcau, Bokleni, Ndamase)
  • Nzotho (Nyelezi, Maphongo)
  • Mqadi Ngqwili Nondlobe, Ngcwina,
  • Qhinebe β€“ (clan of Wonga Guntu, born 6 June 1914) Gqugqugqu, Zithonga-zithathu, Haha, Mlunjwa, Mkhomanzi, Duka namahlathi, nkonjan’ Γ©mnyama edlalΓ©mafini.
  • Qocwa (Deyi, Zikhali, Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga Mbizana, Mabombo, Ngcolosi)
  • Qoma (Qomukuyitya, ooMvand’inyama, Nyohela, Nwaba ndikwenze, ooSigqo, Sisiqobo eso)
  • Qithi (Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, Yem-yem, Sopitsho, Ngqolomsila, Velabembhentsele, Zondwa, Thembu)
  • Qwathi β€“ Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni. (The amaQwathi are not a clan but an independent nation founded by Mtshutshumbe kaMthetho who split from the amaXesibe nation and settled in the Mqanduli area in Thembuland some 350 years ago. Later they settled in their present capital of Engcobo during the reign of King Dlomo of abaThembu, about 1680. This small but fiercely independent and anti-colonial nation divides into several clans: amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooS’ximba, etc. Prominent chiefs include the anti-colonial Stokwe ka-Ndlela, Dalasile kaFubu, Fubu himself (who fought and killed both Rharhabe and his son Mlawu in 1782, defended his capital and defeated Madzikane of the Bhaca in 1824 and Matiwane of Ngwane in 1828 during the Mfecane wars triggered by Shaka, etc.), Zwelakhe (present chief))[6]
  • Radebe SingamaNgelengele, sisi sizwe esizi mele. Asingo maXhosa, Sotho, nor Zulu. Sithi amakhosi kwisizwe sama Hlubi.

Ndambe; Fafa; Rhudulu; Teyise; Mfunguma; Goduka; Sandali; Thole; Ncayiyana; Thetho; Holomika; Jambase; Mthimkhulu; Ngqeleni; Mkhence; Mafahla; Joseph; January; Mphela; Ndumazi; Bhaziya; Ncuthu; Rheme; Jayiya; Zusana; Ngwana; Molomeka; Malema; Fandesi; Sethima; Sidima; Ngconde; mkhabela; Ncusamba; Mfikazwe; Masinga; Msiza; Yawa; Yaso; Ohoiwa; Qoqoba; Ntsunde; Bandezi; Mqikela; Mqhayi; Mkabani; Sonto; Mai; Vrekke; Damane;Jiyaso; Ntsima; Ndeze; Zenzile; Maphanga; Zuma; Jombose; Ndayisa; Ndila; ndzimande; Bhodlo; Mzimkhulu; Mbotho; Doseni; Dosini; mMqinase; Coko; Vilane; mzoyiyana; Mzozoyana; Tuni; Tau; Baloyi; Valoi; vabooi; Booi; Saliso; Mndima; Mdingi; Ndlobeni; Ndlovukazi; Ndaba; tshaziya; tshaka; lembe; Nemba; Lemba; Bhekuzulu; Bhekezulu; Mantantayise; Sesulu; Sisulu; Ngiba; Ngidi; Goreh; Ngcandana; Mtsamai; Bereng;Tsaitsai; Ncede;Zukulu; Mkhonde; Chitwayo; Ndengane; Feketha; Ndala; Bhubesi; Lamaani; Ndrishan; Drouze; Fulmake and Solika ka Ndebela Mande; Makubalo

  • Rharha-(Rharh’orhalayo ongarhaleli nto yamntu, Nokhwel’thole, Vuyani, Ndulwini, Tshwentshwe, Mfaz’obele’linye phesheya komlanjana)
  • Rhoyi (Ntanzi, Dedeza, Mhlambiso, Sakhele, Ndima, Ndzube, Nzimande, Masoka, Mzimkhulu – amaHlubi Amahle)
  • Shweme, (Shweme, Limakhwe, Nolundi, Nogqagqa, Malilelwa Zintombi zisithi bhuti ndizeke, Zilamkhonto)
  • Sithathu β€“means ‘third’, the third Khoi-khoi ancestry clan, the two other ones are Gqwashu and Sukwini– oChisana, Khopoyi, Ndebe, Hasa, Lawu]
  • Skhosana “Ndebele ancestry “(Skhosana,Nozulu,Ntuthwana,Musi ka Mhlanga,Mntungwa,Thukela,Suza,Mpafana,Ndebele) by Andisiwe Volwana
  • Skhoji (A group of Xhosa speaking people who mainly occupy the small town called Tsolo on the Tsitsa valley. They are the direct descendants of a Scottish man by the name of William Saunders who befriended a Xhosa girl and later had issue.)
  • Shiya
  • Sohobese
  • Sonani, ntshiza, phokela, ntshantsha ka- mpisi, bhovula zime nkqo, into’ezawela umlambo nge peni, omazanenkungu, imvula lubabalo kuzo, umabuya, umhlab’ohlul’ abafokazana, usndindindi, mfazi omabele made owancancisa amawele ngaphesheya komfula wase leng
  • S’thathu, Chisana, Ndebe, Khophoyi, AmaLawu, S’dwashu, Nkomo ezibomvu ezimnyama ziyatyiwa (AmaGqunukhwebe clan
  • Sukude (Mkhondwane; Gxarh’eliphezulu; Mancam’iinkomo ethenga iyeza kuba ngugqirha wamaMpondo; Umfo olal’ebanjiwe kodwa avuke kusasa engenatyala; Sikhonza esikhonz’ufaz’obele linye phesheya komlanjana; Zika Hlambangobubende; Zika Mthwa ka Sihula; Zika Gxarha; Zika Gxarheliphezulu; Zika Sitshwili; UNontwemnandi; Izibaya zika Santsabe; Umthondo omhle ozala amakhosi; Mbokod’ebomvu yokusil’ucumsi; Rharh’orhalayo engarhalel’izityalo zabelungu (Mpondo clan name)).
  • Sukwini (with Khoi-khoi ancestry) – [Deyi, Chwama, Lawu, Dibashe, Somda, Somchiza, Ndlela, Ndlakhwe, Lubisi, Nja-bomvu, Sandlala-ngca, Ithole loMthwakazi]
  • Thangana (Krila, Mtengwana, Rhaso, M’bamba, Bodlinja, Gobingca)
  • Thiyane (Zengele, Ngele-ngele, Mahlangabeza owahlangabeza iNkosi isiza ngobuso ezweni, Nonkosi, Zulu, Buhlungu Benyoka, Nomphumela, Mpundwana zincinci zingazingongiwa, amaHlubi)
  • Thole (Gqagqane, Buzini, Ndlangisa, Mzimshe, Lwandle)
  • Tiyana (Mbambalalana, Sigquma-Nkungwini kutsho kothuk’izindlwana, Nhanhi, Mpheke, Mlambokhwelintaba, Tshulasi, Nongqwangile) ubukhulu becala esi siduko sifumaneka eMqandulinangakwicala lase mpuma kumlambo uMthatha (the Clan of Bonke Xakatha “Aah! Zwelobuntu”.)
  • Mtolo (Tolo, Nongwadla, Mchenge, Bhanekazi, Ngwenyankomo, Dlangamandla, Zulu, Masali, Mfingo, Amajubantlantsi, Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha, Kuba zithi : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibon’umnt’ozayo, Nozinja ziyafulathelana, Kanti zenz’umntwana, Umlamb’ awuwelwa, Uwelwa ziinkonjane kuphela, Zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza! Oonkuni azothiwa, kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.)
  • Mngwevu (Zulu, Skhomo, Mhlatyana, Rhudulu, Tshangisa, Bhodlinyama, Snuka, Nxuba, Fak’inyama emlanjeni iphume ivuthiwe)
  • Tshatshu (ooTubane, ooHoza, Inkomo ezibomvu zikaMphasala)
  • Tshawe (the ruling house among all the Xhosa. Chiefs include Hintsa, Sigcawu, Sarhili, Xolilizwe, Xhosa, Malangana, Nkosi-Yamntu, Ngcqangu, Skhomo, Togu, Ngconde]]etc.)
  • Tshezi (the ruling Bomvana clan of the Jalamba-Gambushe line, with European shipwreck ancestry)
  • Tshomane (with shipwreck ancestry, split from the ruling Nyawuza clan of the Mpondo)
  • Tyani (Mbulu, Mdumo, Noqobo, Nontshatsha, Manci, The clan of AmaZotsho)
  • Tshonyane (The clan name of Chris Hani) -Aphuma kubelungu abatyekezwa yinqanawe) – Chungwa, Dikiza, Sawu, Sido, Saba Tota, Simnke, Khwane, Hani, Mth’uzimele, Gqunukhwebe, Nkomo z’bomvu[7]
  • Thwane (Fulela wanetha, Mfazi olivila, Mpemvu, Sabelo, Wuwu)
  • Xaba (ooNonkosi, ooNonxa asikhathali, ooNomjoli, ooLinda, ooMwelase, ooMlotywa, ooShwabada, owashwabadel’inkomo neempondo zazo, Apho kungavalwa ngamivalo kuvalwa ngamakhand’amadoda, aMahlubi amahle.)
  • Xesibe (AmaXesibe are a nation made up of several clans and tribes but their history is not well documented. Common clan names are: Snama, Rhadu, Cwerha, Nune, Mayaba, Gcuma, Nxontsa, Bhuku, Mlatshenyi, Ngqatyana, Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho, Matshaya, Makhuma)(Mbathane, Matshaya, Xesibe, Khanda’nyawana, Matshin’ayibheke, Ibhaca
  • ).
  • Xhamela (They are also called amaGcina, found in Thembuland).
  • Xoko (Mpinga, Mawawa, Ntomtwana, Ngceza…Mostly populated in Bizana and Surrounding areas)
  • Zangwa (Khwalo, Ncuthu, Sohobese, oonkuma – amaMpondo).
  • Zulu Ntombela, Tshaka, Lombeki, Mtungwa, Mhlehluwile, Sikamade, Mpungose, Mpundzima, Ndabakazi, Mbilingati, Sakhephi, Seme, Ndlovana, Ngwana, Lemba, Phungula, Zulu
  • Zoko ( Chatha, Dlokovana, Mathathesuka njeNyamazane, Ngqambashe, Diya malandelwa yintombi ithi ngizeke noma awunkomo, mntomhle njenjomi, Bekwa, Mafumbatha, Kitana, Gojana, Maniza, Mbhantso, Makhawini, Mazwana, Matana, Mkhosana, Nduluka, Nyumbana, Tseku, Bhokomela)

Xhosa tribes all 12 remain as follows:

  • AmaGqunukhweba
  • AmaRigwa
  • AmaHigwa
  • AbaThwa – AmaSan and Khoi
  • AmaMpondo
  • AmaMpondomise
  • AmaBomvana
  • AmaFingo
  • AmaXesibe
  • AmaQadi
  • AmaFingwa

In Terms temporals was Alikednth Not Xhoosa Was Laerthghyu

Ikumkanikazhii Kuxeshaa Nghamaxhoosa Emhilhonhi Kusekudhalhenhi

  • Amagqhunhukhweba – Zhandholhoo Ndhimaa Ngqhamhakhwe Qaamaataa
  • AmaMpomse – Nqabeki Sumhako Saandhandha Mbhetsholomee
  • AmaMfenghuu – Ndhasii Ndhoa Ndelemi Ntsakamu Lithekaaa
  • AmaGQadi – Quma Xarru Langmaan Xoi Sun Velelaa Xaam
  • AmaMpondhoo – Gxizhaa Qaa Lalhefhii Qe Qaukaa Qawukelo
  • AmaXesibe – Lejaais Nkoi D’Nkoi Nkoi Plaatoonhath Rhoi
  • AmaBomvhanha – Lesjhaku Lhankumhaa Nhekwathi Selebhamthi Se
  • AmaFinghwaa – Sondhomhaa Lhidhirhaa Rhazhiswamhee Rhaletshu
  • AmaFinghoo – Solentsu Nghibhanghiso Lhamnghethuu Nghonhiii
  • AbaThwaa – Ntselekiso Sabalelhii Hintsaa Selaamtshadhi Ncia Ciyaa Ncu Xaa
  • AmaRigwa – Ntelekeso Selhuya Mpita Se Silanto Ntintalantsu Ntsola
  • AmaHighwa – Nhikhwelase Siyhaselwase Mhikwase Lidhirhaswe Mhavhekisa Gwijhaa*Suthu, Ncwane, Rhayeni, Ncwane, Mahlatsi, Mahlatsi, Mrhena, Shuba seguusha emnyama
  • AmaNdambane -mvulotshe, Nohali, Ndlungwane, Maqolo, squngelo, ngubo nkulu Mayiwa

Amacwerha-Cwerha, Gxarha, Mlawu, Mahlahlana, Siyoyo 

  • Msuthu:Mtlokwa, tsotetsi, sbilwana ,*msuthukazi or Females
  • Mpandla:Mbona, Tshayingwe!

Previous

Xhosa Clan Names

Next

Bhayi Clan Names 😍 Iziduko Bhayi

6 Comments

  1. Samuel

    Cela uncedo ngesithakazelo sika Ntsinga

    Camagu

  2. Bendicela ukwazi banzi ngasiduko saMaxandeshe

  3. Nkosinathi

    Can you please help with the Bokweni surname

  4. Mzimasi ndzena

    Ndicela kwazi banzi ngesduko so msuthu too rhayeni.

  5. Bulelani Kalipa

    Ndicela ukwazi banzi ngesiduko samaDala, ooMganu

  6. Zwelidumile Ntlanganiso

    AmaQwambi umnombowawo usukelaphi? ooMagaga, ooCweya, babadakanyeka jani eMaqwambini?
    Ndicela ingcaciso mawethu.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: