Zengele,
Thiyane,
NgeleNgele,
Nkomonde,
Hlubi,
Mahlangabeza owahlangabeza inkosi ize ngobuso elizweni,
Mawel’umlambo uzele okwe nkonjane,
Mpundwana zincinci zinga zingongiwa,
Ndzipho zimnyama ngoqhwayana,
Zulu ka Shaka!
Zengele,
Thiyane,
NgeleNgele,
Nkomonde,
Hlubi,
Mahlangabeza owahlangabeza inkosi ize ngobuso elizweni,
Mawel’umlambo uzele okwe nkonjane,
Mpundwana zincinci zinga zingongiwa,
Ndzipho zimnyama ngoqhwayana,
Zulu ka Shaka!
Β© 2026
Leave a Reply