Sukude,
Santsaba,
Debe limdaka,
Mthwa-kasihula,
Mfazi obele lide onyisela phesheya ko mlanjana,
Cote khondwana, gxarheliphezulu,
Hlala hlala wabhala umntu emasendeni ngenxa yoswela amaphepha,
Ntshikintshikana !!