IMpondo-mise:
Mpinga, MaWawa , Senzwa , Ngwangwashwe ,
Madiba kadonga kuvele indlela.
Mbhala kanqkoshe (#Bholokoqoshe)
Ntomntwana – ingaba noboya seyindala ifuna amadoda.
Umzukulwana ka Damoyi, UMeyi ,uMlambo
Umzukulwana ka Nyombolo uNjiyela, uDlabazana .
Isizukulwana sika Manci, uMkhonde.

Huntshuuuuuu! Ungazigqibezelelela nawe ke mlesi…